1 Kasamweli 17:46 Ibhayibhile (XHO96)

Namhla oku uNdikhoyo uza kukunikela kum. Ndiza kukuwisa, ndikunqumle intloko. Izidumbu zomkhosi wamaFilistiya zona ndoziphosa kumaxhalanga namarhamncwa, lonke elimiweyo likwazi ukuba uSirayeli unoThixo.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:39-53