1 Kasamweli 17:42 Ibhayibhile (XHO96)

UmFilistiya akumbona uDavide wamdela, kuba kaloku uDavide wayeselula, eyinzwana, ebusweni ekhangeleka esegazini.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:33-52