1 Kasamweli 17:32 Ibhayibhile (XHO96)

Wafika wathi uDavide kuSawule: “Mhlekazi, makungabikho bani unkwantyayo ngenxa yalaa mFilistiya! Mna mkhonzi wakho ndiza kuya kulwa naye.”

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:30-35