1 Kasamweli 17:12 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wayengunyana kaJese umEfrata waseBhetelehem kwaJuda. UJese wayenoonyana abasibhozo. Wayeselemdala kakhulu ngexesha ekwakulawula uSawule.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:4-17