1 Kasamweli 16:6 Ibhayibhile (XHO96)

Bakuba bezile edinini apho, wathi uSamweli akubona uEliyabhi unyana kaJese, wathetha yedwa esithi: “Inene, nanku umthanjiswa kaNdikhoyo emi phambi kwakhe.”

1 Kasamweli 16

1 Kasamweli 16:3-12