1 Kasamweli 16:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waya kufika kwaSawule uDavide, waba sisicaka apho. Wathandwa kakhulu nguSawule uDavide, wada wenziwa umfana wokuphatha izikrweqe zikakumkani.

1 Kasamweli 16

1 Kasamweli 16:15-23