1 Kasamweli 16:13 Ibhayibhile (XHO96)

Wathatha elo qhaga lamafutha omnquma wayeliphethe uSamweli, wathambisa ngawo uDavide, abakhuluwa bakhe bejongile. Ukusukela ngaloo mini uDavide wangenwa ngamandla nguMoya kaNdikhoyo. Emva koko ke uSamweli yena wabuyela eRama.

1 Kasamweli 16

1 Kasamweli 16:7-17