1 Kasamweli 15:35 Ibhayibhile (XHO96)

USamweli akazange abuye ambone ukumkani emva koko. Kambe ke wasoloko engcungcutheka ngenxa kaSawule. UNdikhoyo kaloku wayezisola ngokwenza kwakhe uSawule ukumkani.

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:26-35