1 Kasamweli 15:29 Ibhayibhile (XHO96)

USimakade uThixo kaSirayeli akaxoki yena, yaye akaguquguquki. Kaloku akangomntu ulala neli avuke neli.”

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:24-33