1 Kasamweli 15:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumvukela uNdikhoyo nqwa nobugqwirha. Kanti nempakamo ifana nqwa nokunqula izithixo ngobubi. Ngenxa yokuba wena ulikhabile ilizwi likaNdikhoyo, naye ke uNdikhoyo uyakukhiqa ekulawuleni.”

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:17-30