1 Kasamweli 15:20 Ibhayibhile (XHO96)

“UNdikhoyo ndimthobele,” kutsho uSawule. “Ndiyile emfazweni ngokuthunywa nguye, ndambamba ukumkani uAgagi, kodwa ndawabulala onke amanye ama-Amaleki.

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:19-23