1 Kasamweli 14:37 Ibhayibhile (XHO96)

USawule wabuza kuThixo esithi: “Ndingawahlasela kusini na amaFilistiya? Xa siwahlasele, uya kuwanikela esandleni sethu na?” Kodwa ngaloo mini akaphendulanga uThixo.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:32-43