1 Kasamweli 14:34 Ibhayibhile (XHO96)

niye phaya kulawa madoda, nithi ndithi makeze nezo nkomo neegusha zawo, azixhele apha, azitye, angenzi sono kuNdikhoyo ngokutya inyama enegazi.” Beza nazo ke ezo nkomo, bazixhela apho ngokuhlwa kwaloo mini.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:32-35