1 Kasamweli 14:20 Ibhayibhile (XHO96)

Waza uSawule wawuhlanganisa umkhosi wakhe, bawahlasela amaFilistiya. Kwakusisiphithi-phithi, amaFilistiya ethe thwanga, esilwa odwa.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:15-21