1 Kasamweli 14:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kweso sithuba uSawule ubhekise kumadoda esithi: “Khanibale amadoda akhoyo, nikhangele ukuba ngawaphi na angekhoyo.” Kwakwenziwa njalo kwacaca ukuba nguJonatan nomfana omphathela izikrweqe abangekhoyo.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:12-25