1 Kasamweli 14:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wadideka luloyiko wonke umkhosi wamaFilistiya, nditsho lowo usekampini, nalowo usemathafeni, nalowo ukwiikampana, nalowo ukumahlelo ahlaselayo. Bacela kwabasicatyana, watsho wanyikima umhlaba. Yayingumsebenzi kaThixo ke lo.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:10-20