1 Kasamweli 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

UJonatan wenyuka iliwa ekhasa, elandelwa nguloo mfana, baya kuphumela. Wawahlasela amaFilistiya uJonatan, kujuba ugodo nje, umfana egqibezela awileyo.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:9-16