1 Kasamweli 13:9 Ibhayibhile (XHO96)

waza ke wathi: “Sondezani kum izinto zokwenza amadini atshiswayo namadini obudlelane.” Zithe zakusiwa, wanikela idini elitshiswayo.

1 Kasamweli 13

1 Kasamweli 13:8-14