1 Kasamweli 13:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko ngomhla wedabi kwakungekho nanye indoda kwaSirayeli eyayinekrele okanye umkhonto, ngaphandle nje kukaSawule nonyana wakhe uJonatan.

1 Kasamweli 13

1 Kasamweli 13:16-23