1 Kasamweli 13:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ngoku luza kunqamka ulawulo lwakho, kuba uwutyeshele kaloku umyalelo kaNdikhoyo. UNdikhoyo uzityumbele enye indoda esenyongweni yakhe ukuba ibalawule abantu bakhe.”

1 Kasamweli 13

1 Kasamweli 13:5-18