1 Kasamweli 13:11 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka uSamweli wabuza wathi: “Yintoni le uyenzileyo, Sawule?”Uphendule ngelithi uSawule: “Hayi, ndithe ndakubona amadoda echithakala, nawe ungafiki ngexesha obuthe uya kufika ngalo, namaFilistiya eqokelelana eMikimashe,

1 Kasamweli 13

1 Kasamweli 13:9-21