1 Kasamweli 12:9 Ibhayibhile (XHO96)

Bathi bakuba lapha abantu bamlibala uNdikhoyo uThixo wabo. Yena ke ngoko wabanikela esandleni sikaSisera umphathi womkhosi waseHazore, nakumaFilistiya, nakukumkani wakwaMowabhi, – zintshaba zabo ezo ezabahlaselayo.

1 Kasamweli 12

1 Kasamweli 12:7-17