1 Kasamweli 12:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wathandaza wabhekisa kuNdikhoyo ke uSamweli, kwaza kwangaloo mini kwafika iindudumo kunye nemvula, zithunyelwe nguNdikhoyo. Abantu ke ngoko bamoyika uNdikhoyo ngokunjalo noSamweli.

1 Kasamweli 12

1 Kasamweli 12:11-25