1 Kasamweli 11:13 Ibhayibhile (XHO96)

“Akuyi kubulawa mntu namhlanje, kuba olu lusuku uNdikhoyo ahlangule ngalo uSirayeli,” watsho uSawule.

1 Kasamweli 11

1 Kasamweli 11:4-15