1 Kasamweli 10:6 Ibhayibhile (XHO96)

Nawe ke uya kungenwa nguMoya kaNdikhoyo ngamandla, utsho ungenelele kuloo ntshumayelo nakuloo ntsholo yabo, ube mntu wumbi.

1 Kasamweli 10

1 Kasamweli 10:5-11