1 Kasamweli 10:27 Ibhayibhile (XHO96)

Babakho kambe noongantweni ababesithi: “Yintoni engenziwa ngulaa mfo ukusihlangula?” Bamdela, abamenzela zinwe; phofu wathi cwaka yena uSawule.

1 Kasamweli 10

1 Kasamweli 10:19-27