1 Kasamweli 10:24 Ibhayibhile (XHO96)

Wenjenje ke uSamweli ukubhekisa ebantwini: “Nanku ke umntu otyunjwe nguNdikhoyo. Niyabona nani ukuba akukho namnye onjengaye phakathi kwethu.”Baduma bonke abantu, bathi: “Huntshu-u-u, ad' akhokhob' ukumkani!”

1 Kasamweli 10

1 Kasamweli 10:21-27