1 Kasamweli 10:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wabhekisa kubo wathi: “Utsho uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, ukuthi: ‘Ndim owakhupha amaSirayeli eJiputa, ndawahlangula kwingcinezelo yamaJiputa nezinye iikumkani.’

1 Kasamweli 10

1 Kasamweli 10:11-21