1 Kasamweli 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Minyaka le lo mfo wayedla ngokuya eShilo, aye kunqula *uNdikhoyo uThixo onamandla onke, anikele amadini. UHofeni noPineyasi, oonyana bakaEli, babengababingeleli bakaNdikhoyo apho.

1 Kasamweli 1

1 Kasamweli 1:1-9-10