1 Kasamweli 1:23 Ibhayibhile (XHO96)

Indoda yakhe uElikana yathi: “Kulungile, ungasala. Yenza loo nto uyibona ilungile. Ungalinda ude umlumle umntwana. Ubenga uNdikhoyo angasifezekisa isithembiso sakhe.”Wasala ke uHana, eluncancisa usana lwakhe, lwada lwalunyulwa.

1 Kasamweli 1

1 Kasamweli 1:18-28