1 Kasamweli 1:15 Ibhayibhile (XHO96)

“Hayi, mhlekazi, andinxilanga,” waphendula watsho uHana. “Andikhange ndisele iwayini okanye utywala, nto nje ndibuhlungu kakhulu. Wena undibona ndibika intlungu yam kuNdikhoyo.

1 Kasamweli 1

1 Kasamweli 1:9-10-19