1 Kapetros 4:18-19 Ibhayibhile (XHO96)

18. Njengoko *neziBhalo zisithi:“Nelungisa eli lisindiswa nzima.Kobeka phi ke kumqhankqalazi nomoni?”

19. Ngoko ke abo babandezeleka kuba uThixo ethanda, mabazinikele ngokupheleleyo ngemisebenzi emihle kuMdali wabo, kuba usoloko ethembekile.

1 Kapetros 4