1 Kapetros 2:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kakade nabizelwa loo nto; kaloku uKrestu waphatheka kabuhlungu ngenxa yenu, waza ngaloo ndlela wanishiya nomzekelo, ukuze nina nihambe ekhondweni lakhe.

1 Kapetros 2

1 Kapetros 2:16-25